Akusekho Konwaba (IsiXhosa Home Language Grade 9: Novel) ePDF (1-year licence)

Level / Grade:
Grade 9

Author(s):
Achebe, C

ISBN:
9780796254191

License:
1-year licence

File type:
ePDF

In stock
SKU
9780796254191
R48.00
Umfana oselula owayesenkundleni yamatyala yayingu-Obi Okonkwo, igosa eliphezulu kwiNkozo yobuRhulumente. U-Obi Okonkwo wayetyholwa ngokwamkela isinyobo.

‘Andisifumani isizathu esibangele ukuba uvumele ukunyotywa,’ yatsho iJaji, ‘Ungumfana oselula ofundileyo. Umfana oselula esijonge lukhulu kuye.’ Uthe u-Obi akuweva la mazwi zaphalala iinyembezi. U-Obi wayelahlekelwe yinto yonke. Wayelahlekelwe ngunina. Wayebhubhile. Kwaye wayelahlekelwe nayintombi awayeyithanda – yayimshiyile, ingasayi kuphinda ibuye. Ayikho enye into eyayinokubuya imlahlekele u-Obi Okonkwo.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
More Information
Author(s) Achebe, C
Level/Grade Grade 9
Brand Senior African Writers Series
Imprint Heinemann
ISBN 9780796254191
Licence 1-year licence
File type ePDF
Format Fixed layout
Write Your Own Review
You're reviewing:Akusekho Konwaba (IsiXhosa Home Language Grade 9: Novel) ePDF (1-year licence)