Inzol'Enkundleni (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)

Level / Grade:
Grade 8

Author(s):
Magadla, V

ISBN:
9780796254184

License:
1-year licence

File type:
ePDF

In stock
SKU
9780796254184
R 54.00
Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka komthetho wase Mzantsi Afrika. Kudala uMzantsi Afrika wawohlulwe wangamazwana amancinane ingakumbi apho kwakufudula kuhlala abantu abamnyama bodwa. Ngokomthetho onke la mazwana ayesiwela phantsi komthetho waseMzantsi Afrika. Ilizwana elalibizwa iTranskei nalo lalisiwa phantsi kwalo mthetho. ETranskei ke kulapho eli bali laliqhubeka khona. Kuloo ntlaninge yezizwana zelo zwana laseMzantsi Afrika ikwanjalo ukuba mininzi imithethwana namasiko athi alandelwe sisizwana ngasinye. Kodwa liyanquma inqatha kwakugqithelwa kwiinkundla eziphakamileyo; kuba apho umthetho mnye kwaye awukhethi bala lamntu.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
More Information
Edition 1
Publication date Jan 31, 2015
Language IsiXhosa
Author(s) Magadla, V
Level/Grade Grade 8
Book Type Novel
Brand Senior African Writers Series
Imprint Heinemann
ISBN 9780796254184
Licence 1-year licence
File type ePDF
Format Fixed layout
Write Your Own Review
You're reviewing:Inzol'Enkundleni (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)