Ngenxa Yesithembiso (IsiXhosa Home Language Grade 11: Novel) ePDF (perpetual licence)

Level/Grade: Grade 11
Author(s): Nkohla, M
ISBN: 9780636204140
License: Perpetual licence
File type: ePDF
R58,00
R58,00
Libali elimangalisayo elichaphazela iimeko zanamhlanje zobundlobongela kuMzantsi Afrika omtshaukuncothulwa neengcambu nokuthutyeleziswa kweziyobisi kunye norhwaphilizo.

uDumile Jojo, itsha-ntliziyo lomcuphi ufunga umunc’intupha ukuwabuyisela emthethweni amabanjwa aqhawule azimela eluvalelweni. Kambe udibana nezithintelo ezininzi kulo ndlela yakhe yokubamba loo miguvela – engena nzulu kwiingozi eziphants' ukumbulalisa yena nesithandwa sakhe esikhulelweyo nasithembise ngomtshato. Eluphandweni lwakheumnqa kukubandakanyeka kwamapolisa athile koku kuphula mthetho.

Akusokuze uyibeke phantsi!

Detective Dumile Jojo vows on his life that he will go after the inmates who escaped from Umtata prison. He is faced with challenges that put his life and that of his fiancée in danger. In his investigation, he is astonished to find out that one of their own is linked to the fugitives. The story is full of suspense, and the novel includes:
  • A well detailed and inforative introduction; and
  • Examples of levelled questions with answers to assist learners' comprehension.
This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
Country South Africa
Product Type Novel
Author(s) Nkohla, M
Level/Grade Grade 11
Brand MML Literature
Imprint Maskew Miller Longman
ISBN 9780636204140
Licence Perpetual licence
File type ePDF
Format ePDF
Write a review of this product