Inzala YamaRhamba (IsiXhosa First Additional Language Grade 12: Drama) ePDF (1-year licence)

Level / Grade:
Grade 12

Author(s):
Mlokoti, M

ISBN:
9780636204072

License:
1-year licence

File type:
ePDF

In stock
SKU
9780636204072
R 54.00
Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba.

Kumaxhoba singabalula intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela.

Kazi yozala nkomoni na le ntiyo? Masizivele!

The story is about a young school girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the warder at a prison and this is where she starts to have a feeling of revenge.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
More Information
Edition 1
Publication date Oct 31, 2016
Language IsiXhosa
Author(s) Mlokoti, M
Level/Grade Grade 12
Book Type Drama
Brand MML Literature
Imprint Maskew Miller Longman
ISBN 9780636204072
Licence 1-year licence
File type ePDF
Format Fixed layout
Write Your Own Review
You're reviewing:Inzala YamaRhamba (IsiXhosa First Additional Language Grade 12: Drama) ePDF (1-year licence)