Intlungu kamaMkhwemte (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)

Level / Grade:
Grade 8

Author(s):
Mazantsi, S

ISBN:
9780636169777

License:
1-year licence

File type:
ePDF

In stock
SKU
9780636169777
R 54.00
UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana.

UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki?

Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
More Information
Edition 1
Publication date Oct 31, 2014
Language IsiXhosa
Author(s) Mazantsi, S
Level/Grade Grade 8
Book Type Novel
Brand MML Literature
Imprint Maskew Miller Longman
ISBN 9780636169777
Licence 1-year licence
File type ePDF
Format Fixed layout
Write Your Own Review
You're reviewing:Intlungu kamaMkhwemte (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)