KwaXhosa Zibenza Zibutya (IsiXhosa HL) Grade 9 Reader ePDF (perpetual licence)
Level/Grade: | Grade 9 |
Author(s): | Sondlo, H |
ISBN: | 9780636161948 |
License: | Perpetual licence |
File type: | ePDF |
Ukufunda kuluchumanco! Uqala ufumane ulwazi olungephi, ungazi ukuba kuzakwenzeka ntoni. Njengoko ufunda ufumana iimvakalelo ezahlukeneyo; ufunde ngeenkcukacha ezintsha kwaye ube yinxalenye yezinto ezenzekayo ezithi zibe ngumothuko. Ekupheleni kolu hambo, ufunda lukhulu kwaye ufumone ulonwabo olukhulu!
Yonwabela ukufunda kwincwadi yakho uKwaXhosa Zibenza Zibutya Ibanga 9 Incwadi Yokufunda.
Incwadi yakho yokufunda uKwaXhosa Zibenza Zibutya ikunika ezi zifundo zilandelayo:
Yonwabela ukufunda kwincwadi yakho uKwaXhosa Zibenza Zibutya Ibanga 9 Incwadi Yokufunda.
Incwadi yakho yokufunda uKwaXhosa Zibenza Zibutya ikunika ezi zifundo zilandelayo:
- Iintsomi;
- Amabali amafutshane;
- Isihobe;
- Umdlalo weqonga.
- View the entire book offline on desktop or tablet;
- Search for and highlight text; and
- Add and edit personal notes directly in your eBook.
Country | South Africa |
---|---|
Product Type | Reader |
Author(s) | Sondlo, H |
Level/Grade | Grade 9 |
Brand | KwaXhosa Zibenza Zibutya |
Imprint | Heinemann |
ISBN | 9780636161948 |
Licence | Perpetual licence |
File type | ePDF |
Format | ePDF |